Songtexte.com Drucklogo

Vulindlela Songtext
von Brenda Fassie

Vulindlela Songtext

Vul′ indlela weMaMgobhozi
He, unyana wam
Helele, uyashada namhlanje
Vul' indlela wena MaNyauza
′Suba nomona
'Nyana wam uthathile

Bengingazi ng'yombon′ umakoti
Unyana wam, eh ujongile this time
MaRadebe sus′ ezoz'specs
Uze emshadweni, ndiyashadisa namhlanje
Bebesithi unyana wam liXhosa
Bebesithi angeke ashade, vul′ indlela

Vul' indlela weMaMgobhozi
He, unyana wam
Helele, uyashada namhlanje
Vul′ indlela wena MaNyauza
'Suba nomona
′Nyana wami uthathile


Bengingazi ng'yombon' umakoti
Unyana wam, eh ujongile this time
MaRadebe sus′ ezoz′specs
Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje
Bebesithi unyana wam liXhosa
Bebesithi angeke ashade, vul′ indlela

Vul' indlela weMaMgobhozi
Vul′ indlela, yekel' umona
Vul′ indlela weMaMgobhozi
Vul' indlela, yekel' umona

Kodwa wena MaNgobese
He, unomona
Ngoba awunanyana
Unentombizodwa, ayoyoyo
MaNgobese, he unomona
He, awunawo ′nyana onjengowami

Bengingazi ng′yombon' umakoti
Unyana wam′, eh ujongile this time
MaRadebe sus' ezoz′specs
Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje
Bebesithi unyana wam liXhosa
Bebesithi angeke ashade, vul′ indlela


(Vul' indlela weMaMgobhozi)
(Vul' indlela, yekel′ umona)
(Vul′ indlela weMaMgobhozi)
(Vul' indlela, yekel′ umona)
(Vul' indlela weMaMgobhozi)
(Vul′ indlela, yekel' umona)
(Vul′ indlela weMaMgobhozi)
(Vul' indlela, yekel' umona)

Vul′ indlela wena MaNyauza
′Suba nomona
'Nyana wam uthathile
Vul′ indlela wena MaNyauza
'Suba nomona
′Nyana wam uthathile
(Vul' indlela weMaMgobhozi)
(Vul′ indlela, yekel' umona)
(Vul' indlela weMaMgobhozi)
(Vul′ indlela, yekel′ umona)

(Vul' indlela weMaMgobhozi)
(Vul′ indlela, yekel' umona)
(Vul′ indlela weMaMgobhozi)
(Vul' indlela, yekel′ umona)

Songtext kommentieren

Log dich ein um einen Eintrag zu schreiben.
Schreibe den ersten Kommentar!

Quiz
Whitney Houston sang „I Will Always Love ...“?

Fans

»Vulindlela« gefällt bisher niemandem.