Twasa Songtext
von Sonic Interventions
Twasa Songtext
Kurukukugooo (onomatopoeia)
NguGogo louthethayo, uGogo uyanibulisa
Eyeyeyeyeyeye
Iqaqa laziqikaqika kuqhaqhaqha madoda, laziqikaqika laziqikaqika laziqikaqika iyo

Tatsalaza Twasa
Tatsalaza Twasa
Laziqikaqika laziqikaqika laziqikaqika iyoh
Tatsalaza Twasa
Tatsalaza Twasa
Kwa xabana oxammmm′, bexabana ngengxoxo
Kwa xabana oxammmm', bexabana ngengxoxo
Hayi ke laqhi iqheya laqhing′ eqhingeni
Hayi ke laqhi iqheya laqhing' eqhingeni
Beliqhatha liqhatha ngeqotho lequde
Hayi bo hayi bo hayi bo hayiiii

Hayi bo iyho
Tatsalaza Twasa
Tatsalaza Twasa
Laziqika laziqika qika iyoh
Tatsalaza Twasa
Tatsalaza Twasa
Tatsalaza Twasa
Tatsalaza Twasa
Kwa xabana oxam', bexabana ngengxoxo
Kwa xabana oxam′, bexabana ngengxoxo
Kwa xabana oxam′, bexabana ngengxoxo
Baxabana baxabana baxabana iyohhh
Waziqika qika Waziqika qika Waziqika qika iyoh

Wa Tatsalaza lamntana
Hayi wa tatsalaza lamntana bethuna

Wa Tatsalaza lamntana guys
Kwa xabana oxam', bexabana ngengxoxo iyoh
Kwa xabana oxam′, bexabana ngengxoxo iyoh

Iqaqa laziqikaqika kuqhaqhaqha laqhawuka uqhoqhoqho madoda
Laqhawuka
Laqhawuka uqhoqhoqho madoda
Kwa xabana oxam′, bexabana ngengxoxo
Kwa xabana oxam', bexabana ngengxoxo
Kwa xabana oxam', bexabana ngengxoxo
Hayi ke laqhi iqheya laqhing′ eqhingeni madoda
Laqhing′ eqhingeni madoda
Hayi bo hayi bo hayi bo hayio bo
Kwatatsalazwa kwatatsalazwa madoda
Kwamisa kwamisa kwamisa kwafiwa madoda
Kwanyangwa nkwanyangwa kwanyangwa madoda
Saphila saphila saphila kesonke
Sanyangwa sanyangwa sanyangwa madoda
Sonyuka sonyuka sonyuka madoda

Sinyangwa ngabafazi ke thina

Writer(s): Daniel Allen Oberto, Dylan Hunter Chee Greene, Hal Strewe, Kerim Melik Becker, Matthias Hinkelmann, Zeke Daniel Ruckmann Lyrics powered by www.musixmatch.com