Songtexte.com Drucklogo

The Journey Songtext
von Black Motion

The Journey Songtext

babesithi
babesithi
Iyooh
babesithi
babesithi
iyhoo
babesithi lento yethu iyo khawlez′iphele
babeyijonge ngamany'amehlo
oh kodwa baphoxekile
Ngoba ngoba ngoba
Uthando lwami nawe, alehlulwa(iyooh)
Babesibalel′iminyaka
babesibalel'intsuku
besibalel'iveke
Babasibalel′into yonke
babesithi babesithi yhoo!
Kanti,kanti,kanti
Uthando lwam nawe,alehluhlwa


Iyohhh
Wembebembe owahh
Wembebembe owahh
Kodwa awesekho

Babeqing′ukba benze
Ndizaba qelel'into ephakath′kwenhliziyo yam
Andibajongi neze
Babeth'emva kwendlu

Songtext kommentieren

Log dich ein um einen Eintrag zu schreiben.
Schreibe den ersten Kommentar!

Beliebte Songtexte
von Black Motion

Fans

»The Journey« gefällt bisher niemandem.