Songtexte.com Drucklogo

Ngawe Mama Songtext
von Bongeziwe Mabandla

Ngawe Mama Songtext

Ndiyakhumbula funisa ngomntana
Siphila ngenyembezi
Siphila ngobunzima
Wawunondibalisela ngephupha lethu bo
Uthi bambelela kulo ngoba kuzubomi
Ezulwini emhlabeni lwizweni
lonke bo
akekho akekho endimthanda njengawe
Ezulwini Emalahleni lwizweni
lonke bo
Akekho akekho endimthanda njengawe
Mama ubusindisile ubomi bam
Ngokuzama ungayeki
Ngondincamela konke
Ndithi naxakunzima
Hoo ndicinga awakho amazwi
Ngoku ndifuniyazi
Ngoku hlaluyazi
Ume'zwilwini ehlabeni
Lwizweni lonke bo
Akekho akekho endimthanda njengawe
Ezulwini Emalahleni lwizweni
lonke bo
Akekho akekho endimthanda njengawe
Kude hee'kude heee'kude
Kuba ngunaphakade
Hee'kude hyuu'hee kude
Heyi heee'kude
Kuba ngunaphakade
Nditso njalo ke
Nditsho kuwe ke
Hayi endimthanda njengawe
Nditsholo izolo
Nditsholo ingomso

Songtext kommentieren

Schreibe den ersten Kommentar!
Diese Website verwendet eigene Cookies und Cookies von Dritten um die Nutzung unseres Angebotes zu analysieren, dein Surferlebnis zu personalisieren und dir interessante Informationen zu präsentieren (Erstellung von Nutzungsprofilen). Wenn du deinen Besuch fortsetzt, stimmst du der Verwendung solcher Cookies zu. Bitte besuche unsere Cookie Bestimmungen um mehr zu erfahren, auch dazu, wie du Cookies deaktivieren und der Bildung von Nutzungsprofilen widersprechen kannst.
OK